04 march 15h00

04/03/2015 5 min Temporada 1 Episodio 13
04 march 15h00

Listen "04 march 15h00"

Episode Synopsis

Umphathiswa wezolimo uSenzeni Zokwana uthi isiphakamiso sikarhulumente sokucuthwa kobungakanani befama ukuya kwishumi elinesibini lamawaka e-hectare, iselicebo lothetha-thwano. Kudliwano ndlebe ne arhente yendaba, in -Reuters uZokwana uthe nokuba kugqitywe ngeli phi inani kobu bungakanani, amafama anako ukuqesha umhlaba owongezekileyo ukuqhuba urhwebo.Inkulumbuso yephondo leNtshona-Koloni, uHelen Zille uthi sele iphantsi kolawulo imililo ebhudle isixeko sase Kapa kodwa esithi kuyakuthabatha ixesha ukuba ipheliswe nya. Ekwathi ngamana kubacimi-mlilo nabasebenze iyure ezinde ukulwa lamalangatye.

More episodes of the podcast Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins