22.12.2020 11h00

22/12/2020 4 min
22.12.2020 11h00

Listen "22.12.2020 11h00"

Episode Synopsis

Isebe lophuhliso loqoqosho nezokhenketho KwaZulu-Natal lithi inkampani yezophapho yaseBritane, iBritish Airways iceba ukuzinqumamisa iinqwelo-moya eziphakathi kweTheku neLondon ngenxa yemigqaliselo yokhenketho, ukunqanda ukunwenwa kwentsholongwane yeCorona.

More episodes of the podcast Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins