16.11.2020 13h00

16/11/2020 5 min
16.11.2020 13h00

Listen "16.11.2020 13h00"

Episode Synopsis

Igqwetha lalowo wayengumongameli uJacob Zuma uMuzi Sikhakhane lisamile kwelokuba kucace nakubani na ukuba usihlalo wekomishoni ephanda ukubanjwa ngobhongwana kukarhulumente ngamaqumrhu abucala uJustice Raymond Zondo, angakhetha icala kumba kaZuma.

More episodes of the podcast Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins