Ukukhulisa nokujongana nomntana okhubazekileyo

08/11/2017 13 min
Ukukhulisa nokujongana nomntana okhubazekileyo

Listen "Ukukhulisa nokujongana nomntana okhubazekileyo"

Episode Synopsis

Sithetha no mama womntwana okhubazekileyo sijonge ukuba kunjani ukukhulisa ujongane nomntana okhubazekileyo? Umntwana wayexelwe umama ukuba akazokufika ku 5yrs kodwa ngoku una 5yrs uzelwe ene condition ekuthiwa si Spina Bifida ekwi Spine emenze umntana angakwazi kuhamba emane egula