Dliwano ndlebe no Thobelani

13/11/2018 7 min
Dliwano ndlebe no Thobelani

Listen "Dliwano ndlebe no Thobelani"

Episode Synopsis

Thobelani ngomnye wabakhubazekileyo ebesixelela ngezabo . Besithetha nosisi owayebona kodwa ngenxa yokugula akabona esixelela ichallenges nokuthi kule nyanga ye Disability ingaba ikhona into ayifundayo xa kukho lenyanga yaba khubazekileyo.