Atexic Cerebral Palsy

31/10/2017 13 min
Atexic Cerebral Palsy

Listen "Atexic Cerebral Palsy"

Episode Synopsis

Abantu abaphila ne Atexic Cerebral Palsy igama lesigulo bangakwazi kuthetha kakuhle nokuhamba kakuhle.I NGO YI #@18 ese Dayveton. Kuba abantwana bengakhathelelwanga banganikwa mathuba okuzibonakalisa kuluntu, bangabantu abangafuni kusizelwa kuba bayazama ukuzenzela.