12 March 2015 16h00

12/03/2015 5 min Temporada 1 Episodio 71
12 March 2015 16h00

Listen "12 March 2015 16h00"

Episode Synopsis

Iindaba zentsimbi yesine, onqaku lazo litshontsh' entla lihamba olu hlobo..........................Ikomiti yepalamente yamashishini akwarhulumente ithi ibhalele umphathiswa, u-Lynne Brown, imcela ukuba achubele le komiti ngokunqunyanyiswa kosomaqhuzu wenkampani yakwa-Eskom namagosa phezulu eqoqo lolawulo lwale nkampani.

More episodes of the podcast Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins