04.03.2021 07h00

04/03/2021 5 min
04.03.2021 07h00

Listen "04.03.2021 07h00"

Episode Synopsis

Ibutho elilodwa lophando i-SIU lithi lizakuqinisekisa ukuba bonke abasebenzi bakwa SAA ababandakanyeka kubuqhophololo norhwaphilizo abayifumani imigodlo yabo yomhlala-phantsi, ukuze kuhlawuleke imali abayityala eli qumrhu lezophapho.

More episodes of the podcast Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins