Interview - Andisile Moni

22/03/2016 12 min
Interview - Andisile Moni

Listen "Interview - Andisile Moni"

Episode Synopsis

Umsunguli wombutho i-Sakhuluntu Child & Youth Welfare uAndisile Chris Moni nawayiqala ngo 2012 kunye no Thembekile Havi nalapho bancedisa abantwana ngezinto ezithile xa bebuya esikolweni. Uzakusixelela ukuba abazali babantwana bamthemba njani emva kokuba ebuya eluvalelweni