Dliwano ndlebe noSister Ntswaki - Rev Madolo

16/05/2017 7 min
Dliwano ndlebe noSister Ntswaki - Rev Madolo

Listen "Dliwano ndlebe noSister Ntswaki - Rev Madolo"

Episode Synopsis

Organ Donor sithetha ngoku nikezelwa kwa malungu omzimba,sifuna ukufundisa abantu ngokubaluleka kokunikezela kwamalungu omzimba uzama ukuncenda omnye wosapho lwakho ukuba aphile abantu abamnyama bayoyika ke ukunikezela abanye ngenxa yenkolo abanye besoyika.