Loyiso Gwanya

10/08/2023 11 min
Loyiso Gwanya

Listen "Loyiso Gwanya"

Episode Synopsis

ULoyiso Gwanya ubalisa ngebali lakhe lokugxothwa emsebenzini ngenxa yokusebenzisa iCannabis, kwananjalo lo ka-Gwanya uzama ukudandalazisa umba we-stigma esibekwa kubantu abasebenzisa i-Cannabis.