Ukugcina umntwana ongengo wakho

18/08/2017 12 min
Ukugcina umntwana ongengo wakho

Listen "Ukugcina umntwana ongengo wakho"

Episode Synopsis

Noxee Speelman besithetha ngoku gcina umntwana ongengo wakho ofike ekhona emtshatweni noba ungutata omama, bekunikiswa ngengcebiso zokuba ungamjonga njani izintoni omawuzilindele, omawungayenzi nento ekufuneka ungazinyanzelisi kulo mntana nendlela nento ekufuneka uznzile kulo mntana enkosi.